Ziphengulule Izibhalo

Ziphengulule Izibhalo

Podkast av Kaizer khaya

"Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam." Yohane 5:39 La ngamazwi athethwa nguYesu athetha nathi nanamhlanje.Nangona kunokubakho uhlobo oluthile lonqulo kunye nomthandazo, injongo yokufunda rhoqo Izibhalo Ezingcwele kukudibanisa ukuqonda uThixo neLizwi lakhe. Kanye ngeveki Sizakudibana ngo 08H00 ngolwesihlanu sishwankathela isifundo Sesikolo seSabatha. Wamkelekile, senzele nje oku mamela wabelane nabanye kwisocial media platforms, emva koko Ukuba ufuna ukuuqhagamshelana nam kaizerkk@gmail.com OR twitter @Izibhalo_Rhoqo

Tidsbegrenset tilbud

3 Måneder for 9,00 kr

Deretter 99,00 kr / MånedAvslutt når som helst.

Kom i gang

Alle episoder

65 Episoder
episode Intshumayeli 2 artwork
Intshumayeli 2

Ubukhulu bukaSolomon, ubutyebi kunye nemisebenzi emikhulu. Akukho nto intsha inokwenziwa phantsi kwelanga. Isityebi nehlwempu zifa ngokufanayo. Yonke into ingamampunge ● USolomon wayephila kuzo zonke iintlobo zolonwabo kuquka imithendeleko yonqulo ( Numeri 10:10; 1 Kumkani 3:15 ) kodwa yonke loo nto yayingamampunge yaye ingenantsingiselo. > wabuthiya ubomi nomsebenzi awawenzayo. > ubomi abunanjongo ngaphandle kokhokelo lukaThixo > ubutyebi behlabathi bufana noothixo babahedeni kuba abuboneleli ulonwabo nobomi obungunaphakade. Zonke izinto ziya kuhlala zinjengayizolo, kodwa kukho isithembiso, uYesu uyeza (Isityhilelo 16:15). 4. Kufuneka sibuyele kuThixo njengoSolomon nasebudaleni bakhe, masiguquke kwaye sivume izono zethu ukuze siqale iphepha elitsha kunye neNkosi yethu uYesu.

06. nov. 2023 - 14 min
episode Intshumayeli 1 artwork
Intshumayeli 1

Intshumayeli Igama lesiHebhere nguKoheleth/Qoheleth, "umshumayeli"a Yabhalwa nguSolomon ngenkulungwane yeshumi B.C. Le ncwadi yingqokelela yamazwi embongo, amabali, amaqhalo kunye nokucamngca. Umxholo oyintloko kukungabi nantsingiselo kwezinto zexeshana ebomini kunye nemfuneko yokoyika uThixo kwihlabathi eliwileyo, elibhidekayo nelinxungupheleyo.

05. nov. 2023 - 16 min
episode Chapter 8—Luther Before the Diet artwork
Chapter 8—Luther Before the Diet

The Reformation did not, as many suppose, end with Luther. It is to be continued to the close of this world's history. Luther had a great work to do in reflecting to others the light which God had permitted to shine upon him; yet he did not receive all the light which was to be given to the world. From that time to this, new light has been continually shining upon the Scriptures, and new truths have been constantly unfolding.

10. juli 2023 - 18 min
episode The Great Controversy 7: Luther's Separation From Rome artwork
The Great Controversy 7: Luther's Separation From Rome

The fear of the Lord dwelt in the heart of Luther, enabling him to maintain his steadfastness of purpose and leading him to deep humility before God. He had an abiding sense of his dependence upon divine aid, and he did not fail to begin each day with prayer, while his heart was continually breathing a petition for guidance and support. "

03. juli 2023 - 9 min
episode UPawulos Ngabase Efese artwork
UPawulos Ngabase Efese

Ibali labakhupheli beedemon balisebenzisa kakubi igama likaYesu nelikaPawulos (Izenzo 19:13–20; ) linceda ekucaciseni ukuba kutheni uPawulos esebenzisa ulwimi olungaka malunga namandla kwabase-Efese. Amanye amakholwa amatsha, ekholose ngokutsha ngolongamo lukaYesu, agalela emlilweni iincwadi zawo zemilingo ezibiza imali eninzi. Ngenxa yokufunyanwa kompapiri omalunga namakhulu amabini anamashumi amahlanu athetha ngomlingo, kwanezinye izinto esiye sazifumana, sinemizekeliso emininzi yezithethe, iziqalekiso, iziqalekiso, njalo njalo, ezifanayo naleyo ekusenokwenzeka ukuba ichazwe kwezi ncwadi zomlingo. Le miqulu yayicebise amakholwa ngendlela yokuqhuba izithethe ezinjalo ukuze kweyisele oothixo, izithixokazi, namandla omoya ukuba benze nantoni na abanokuyicela.

30. juni 2023 - 23 min
Enkelt å finne frem nye favoritter og lett å navigere seg gjennom innholdet i appen
Enkelt å finne frem nye favoritter og lett å navigere seg gjennom innholdet i appen
Liker at det er både Podcaster (godt utvalg) og lydbøker i samme app, pluss at man kan holde Podcaster og lydbøker atskilt i biblioteket.
Bra app. Oversiktlig og ryddig. MYE bra innhold⭐️⭐️⭐️

Tidsbegrenset tilbud

3 Måneder for 9,00 kr

Deretter 99,00 kr / MånedAvslutt når som helst.

Eksklusive podkaster

Uten reklame

Gratis podkaster

Lydbøker

20 timer i måneden

Kom i gang

Bare på Podimo

Populære lydbøker